2 Samuweli 3:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngoko uYowabhi wangena kukumkani waza wathi: “Wenze ntoni na?+ Khangela! UAbhinere ebeze kuwe. Kutheni ukuze umndulule ngokokuze emke ngokunempumelelo? 2 Samuweli 3:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ke mna ndibuthathaka namhlanje nangona ndithanjiswe+ njengokumkani, yaye la madoda, oonyana bakaTseruya,+ aqatha kakhulu kum.+ Ngamana uYehova angambuyekeza umenzi wobubi ngokobubi bakhe.”+ INtshumayeli 10:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ndibabone abakhonzi bekhwele amahashe kodwa iinkosana zihamba kanye njengabakhonzi emhlabeni.+ Isaya 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Okunene abantu baya kuba ngoozwilakhe omnye phezu komnye, omnye kanye phezu kwedlelane lakhe.+ Baya kuhlasela ngomsindo, inkwenkwe nxamnye nendoda enkulu,+ nalowo ujongelwe phantsi nxamnye nobekekileyo.+
24 Ngoko uYowabhi wangena kukumkani waza wathi: “Wenze ntoni na?+ Khangela! UAbhinere ebeze kuwe. Kutheni ukuze umndulule ngokokuze emke ngokunempumelelo?
39 Ke mna ndibuthathaka namhlanje nangona ndithanjiswe+ njengokumkani, yaye la madoda, oonyana bakaTseruya,+ aqatha kakhulu kum.+ Ngamana uYehova angambuyekeza umenzi wobubi ngokobubi bakhe.”+
5 Okunene abantu baya kuba ngoozwilakhe omnye phezu komnye, omnye kanye phezu kwedlelane lakhe.+ Baya kuhlasela ngomsindo, inkwenkwe nxamnye nendoda enkulu,+ nalowo ujongelwe phantsi nxamnye nobekekileyo.+