2 Samuweli 16:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngako oko bammisela intente uAbhisalom phezu kophahla,+ waza uAbhisalom waba neentlobano zokwazana namashweshwe kayise+ emehlweni kaSirayeli wonke.+ IMizekeliso 10:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Imizekeliso kaSolomon.+ Unyana olumkileyo umenza abe nemihlali uyise,+ unyana osisiyatha uyintlungu kanina.+ IMizekeliso 17:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Nabani na ozala umntwana osisiyatha—yintlungu kuye;+ yaye uyise womntwana ongenangqiqo akabi nemihlali.+
22 Ngako oko bammisela intente uAbhisalom phezu kophahla,+ waza uAbhisalom waba neentlobano zokwazana namashweshwe kayise+ emehlweni kaSirayeli wonke.+
10 Imizekeliso kaSolomon.+ Unyana olumkileyo umenza abe nemihlali uyise,+ unyana osisiyatha uyintlungu kanina.+
21 Nabani na ozala umntwana osisiyatha—yintlungu kuye;+ yaye uyise womntwana ongenangqiqo akabi nemihlali.+