IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 2:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ukuba umntu uthe wona umntu,+ uThixo uya kumlamlela;+ kodwa ukuba umntu uthe wona uYehova,+ ngubani na owokumthandazela?”+ Kodwa babengaliphulaphuli ilizwi likayise,+ ngenxa yokuba uYehova ngoku wayezimisele ukubabulala.+

  • 1 Samuweli 8:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Oonyana bakhe babengahambi ngeendlela zakhe,+ kodwa babetyekele ekulandeleni ingeniso yokungekho sikweni+ yaye babesamkela nokunyotywa+ baze bagqwethe nomgwebo.+

  • 2 Samuweli 15:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kwaoko wathi uDavide kubo bonke abakhonzi bakhe ababenaye eYerusalem: “Sukumani, masibaleke simke;+ kuba akuyi kubakho kusinda kuthi ngenxa ka-Abhisalom! Hambani ngokukhawuleza, ngokoyikela ukuba usenokukhawuleza ukuze okunene asifumane aze asihlisele okubi nesixeko asixabele ngohlangothi lwekrele!”+

  • IMizekeliso 10:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Imizekeliso kaSolomon.+

      Unyana olumkileyo umenza abe nemihlali uyise,+ unyana osisiyatha uyintlungu kanina.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share