2 Samuweli 16:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wafika ke uKumkani uDavide naseBhahurim,+ yaye, khangela! kwaphuma apho indoda yentsapho yendlu kaSawule, igama layo yayinguShimeyi,+ unyana kaGera, iphuma kwaye iqalekisa ekuphumeni kwayo.+ Estere 5:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngenxa yoko uHaman waphuma ngaloo mini evuya+ nentliziyo ichwayitile; kodwa kamsinya uHaman esakuba ebone uMordekayi esangweni likakumkani+ ukuba akakhange asukume+ engakhange angcangcazele ngenxa yakhe,+ ngoko nangoko uHaman wazaliswa ngumsindo+ nxamnye noMordekayi.
5 Wafika ke uKumkani uDavide naseBhahurim,+ yaye, khangela! kwaphuma apho indoda yentsapho yendlu kaSawule, igama layo yayinguShimeyi,+ unyana kaGera, iphuma kwaye iqalekisa ekuphumeni kwayo.+
9 Ngenxa yoko uHaman waphuma ngaloo mini evuya+ nentliziyo ichwayitile; kodwa kamsinya uHaman esakuba ebone uMordekayi esangweni likakumkani+ ukuba akakhange asukume+ engakhange angcangcazele ngenxa yakhe,+ ngoko nangoko uHaman wazaliswa ngumsindo+ nxamnye noMordekayi.