IMizekeliso 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yiphulaphule, nyana wam, ingqeqesho kayihlo,+ ungawushiyi umthetho kanyoko.+ IMizekeliso 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Bamba ingqeqesho;+ musa ukuyiyeka.+ Yilondoloze, kuba yona ibubomi bakho.+ IMizekeliso 8:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Thabathani ingqeqesho yam kunesilivere, nokwazi kunegolide.+ Zefaniya 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ndathi, ‘Ngokuqinisekileyo niya kundoyika; niya kulwamkela uqeqesho’;+ ukuze indawo yaso yokuhlala inganqunyulwa+—konke oko ndimele ndimphendulise ngako.+ Eneneni bakhawulezisa ukonakalisa zonke izenzo zabo.+ Hebhere 12:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bunyamezeleni ubunzima, kuba yingqeqesho.+ UThixo uniphethe njengoonyana bakhe.+ Kuba nguwuphi na unyana ongaqeqeshwayo nguyise?+
7 Ndathi, ‘Ngokuqinisekileyo niya kundoyika; niya kulwamkela uqeqesho’;+ ukuze indawo yaso yokuhlala inganqunyulwa+—konke oko ndimele ndimphendulise ngako.+ Eneneni bakhawulezisa ukonakalisa zonke izenzo zabo.+
7 Bunyamezeleni ubunzima, kuba yingqeqesho.+ UThixo uniphethe njengoonyana bakhe.+ Kuba nguwuphi na unyana ongaqeqeshwayo nguyise?+