ABagwebi 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Kwathi emva kokufa+ kukaYoshuwa oonyana bakaSirayeli babuza+ kuYehova, besithi: “Ngubani na kuthi oya kunyuka kuqala aye kumaKanan ukuze alwe nawo?” 1 Samuweli 18:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 NoDavide ke ngokuqhubekayo wayesenza ngokunengqiqo+ kuzo zonke iindlela zakhe, kwaye uYehova wayenaye.+ IMizekeliso 24:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba ngolwalathiso lwakho lobuchule uya kulwa imfazwe yakho,+ yaye ebuninzini babacebisi kukho usindiso.+ Luka 14:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Okanye nguwuphi na ukumkani, othi ematsha ukuya kuhlangana nomnye ukumkani emfazweni, angathi kuqala ahlale phantsi, acebe enoba unako na ngabaphumi-mkhosi abalishumi lamawaka ukumelana nalowo uza nxamnye naye enamashumi amabini amawaka?+
1 Kwathi emva kokufa+ kukaYoshuwa oonyana bakaSirayeli babuza+ kuYehova, besithi: “Ngubani na kuthi oya kunyuka kuqala aye kumaKanan ukuze alwe nawo?”
14 NoDavide ke ngokuqhubekayo wayesenza ngokunengqiqo+ kuzo zonke iindlela zakhe, kwaye uYehova wayenaye.+
6 Kuba ngolwalathiso lwakho lobuchule uya kulwa imfazwe yakho,+ yaye ebuninzini babacebisi kukho usindiso.+
31 Okanye nguwuphi na ukumkani, othi ematsha ukuya kuhlangana nomnye ukumkani emfazweni, angathi kuqala ahlale phantsi, acebe enoba unako na ngabaphumi-mkhosi abalishumi lamawaka ukumelana nalowo uza nxamnye naye enamashumi amabini amawaka?+