INdumiso 36:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba wenze ngokugudileyo kakhulu emehlweni akhe+Ukuze afumane isiphoso sakhe ukuze asithiye.+ IMizekeliso 16:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Zonke iindlela zomntu zisulungekile emehlweni akhe,+ kodwa uYehova uyawucikida umoya.+ IMizekeliso 30:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kukho isizukulwana esisulungekileyo emehlweni aso+ kodwa esingahlanjwanga kwilindle laso.+