IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 18:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “‘Uze ungabutyhili ubuze bomfazi ndawonye nobentombi yakhe.+ Intombi yonyana wakhe nentombi yentombi yakhe uze ungayithabathi ukuze ubutyhile ubuze bayo. Zizalamane zegazi ezo. Yihambo evakalala leyo.+

  • Duteronomi 23:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Uze ungawuzisi umvuzo+ wehenyukazi okanye ixabiso lenja+ endlwini kaYehova uThixo wakho ngenxa yaso nasiphi na isibhambathiso, ngokuba ziyacekiseka kuYehova uThixo wakho zombini ezi zinto.

  • ABagwebi 20:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngenxa yoko ndiye ndalibamba ishweshwe lam ndaza ndalinqunqa, ndalithumela kuyo yonke imihlaba elilifa likaSirayeli,+ ngenxa yokuba baye baqhubeka nehambo evakalala+ nobudenge obulihlazo kwaSirayeli.+

  • 1 Samuweli 13:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 ngoko ndazixelela ukuba,+ ‘Ke kaloku amaFilisti aya kuhla eze kum eGiligali, ndibe ndingambongazanga uYehova.’ Ngoko ndazinyanzela+ ndaza ndanikela umbingelelo otshiswayo.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share