Genesis 27:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Ngoko ke, uEsawu wamzonda uYakobi ngenxa yentsikelelo awamsikelela+ ngayo uyise, waza wathi uEsawu entliziyweni yakhe:+ “Ziyasondela+ iintsuku zokuzilela ubawo. Emva koko ndiya kumbulala uYakobi umntakwethu.”+ 1 Samuweli 20:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kuba yonke imihla unyana kaYese ephila kulo mhlaba, akuyi kumiselwa ngokuqinileyo wena nobukumkani bakho.+ Ke ngoko thumela uze umzise kum, kuba umiselwe ukufa.”+ 1 Yohane 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 singabi njengoKayin, owaphuma kulowo ungendawo waza wambulala+ ngogonyamelo umntakwabo. Yaye kwakutheni ukuze ambulale ngogonyamelo? Kwakungenxa yokuba imisebenzi yakhe yayingendawo,+ kodwa yona eyomntakwabo yayiyeyobulungisa.+
41 Ngoko ke, uEsawu wamzonda uYakobi ngenxa yentsikelelo awamsikelela+ ngayo uyise, waza wathi uEsawu entliziyweni yakhe:+ “Ziyasondela+ iintsuku zokuzilela ubawo. Emva koko ndiya kumbulala uYakobi umntakwethu.”+
31 Kuba yonke imihla unyana kaYese ephila kulo mhlaba, akuyi kumiselwa ngokuqinileyo wena nobukumkani bakho.+ Ke ngoko thumela uze umzise kum, kuba umiselwe ukufa.”+
12 singabi njengoKayin, owaphuma kulowo ungendawo waza wambulala+ ngogonyamelo umntakwabo. Yaye kwakutheni ukuze ambulale ngogonyamelo? Kwakungenxa yokuba imisebenzi yakhe yayingendawo,+ kodwa yona eyomntakwabo yayiyeyobulungisa.+