IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 20:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 “‘Ukuba uthe nawuphi na umntu waqalekisa uyise nonina,+ makabulawe afe.+ Nguyise nonina abo abaqalekisileyo. Igazi lakhe liphezu kwakhe.+

  • Duteronomi 27:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 “‘Uqalekisiwe omphatha ngendelelo uyise okanye unina.+ (Bathi bonke abantu, ‘Amen!’)

  • IMizekeliso 17:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Unyana osisiyatha yingqumbo kuyise+ nobukrakra komzeleyo.+

  • IMizekeliso 20:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ke oqalekisa uyise nonina,+ isibane sakhe siya kucinywa ekusondeleni kobumnyama.+

  • IMizekeliso 23:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Mphulaphule uyihlo okuzeleyo,+ yaye ungamdeleli unyoko ngenxa nje yokuba emdala.+

  • IMizekeliso 30:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kukho isizukulwana esiqalekisa uyise size singambongi unina.+

  • IMizekeliso 30:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Iliso eligculela uyise nelicekisa ukuthobela unina+—aya kulikrukra amahlungulu asentlanjeni, alidle amathole okhozi.

  • Mika 7:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kuba unyana udelela uyise; intombi ivukela unina;+ umolokazana nxamnye noninazala;+ iintshaba zomntu ngabantu bendlu yakhe.+

  • 2 Timoti 3:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kuba abantu baya kuba ngabazithandayo, abathandi bemali, abazidlayo, abanekratshi, abanyelisi, abangathobeli bazali,+ abangenambulelo, abanganyanisekanga,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share