IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 23:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Nize nimkhonze uYehova uThixo wenu,+ wothi ke yena ngokuqinisekileyo asisikelele isonka senu namanzi enu;+ yaye ndosisusa ngenene isifo phakathi kwenu.+

  • Duteronomi 28:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Yaye ziya kukufikela ezi ntsikelelo zonke, zikufumane,+ xa uthe waliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho:

  • IMizekeliso 11:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Owala nokudla okuziinkozo—uluntu luya kumshwabulela, kodwa kukho intsikelelo entlokweni yalowo uthengisayo.+

  • IMizekeliso 28:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Umntu wezenzo zokuthembeka uya kufumana iintsikelelo ezininzi,+ kodwa ongxamela ukuzuza ubutyebi akayi kuhlala emsulwa.+

  • Malaki 3:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Zisani zonke izishumi+ kuvimba, ukuze kubekho ukutya endlwini yam;+ yaye khanincede, nindivavanye, kule nkalo,”+ utsho uYehova wemikhosi, “enoba andiyi kunivulela kusini na amasango ezikhukula emazulwini+ ndize okunene ndiqongqothele phezu kwenu intsikelelo kude kungasweleki nto.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share