Isaya 65:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndiza kunimisela ikrele,+ yaye nonke niya kuqubuda ekuxhelweni;+ ngenxa yokuba ndabiza,+ anaphendula; ndathetha, anaphulaphula;+ naqhubeka nisenza okubi emehlweni am,+ nanyula nento endingayoliswanga yiyo.”+ Mateyu 22:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa bengaxhalele nto bemka, omnye waya kwintsimi yakhe, omnye waya kwishishini lakhe lorhwebo;+
12 Ndiza kunimisela ikrele,+ yaye nonke niya kuqubuda ekuxhelweni;+ ngenxa yokuba ndabiza,+ anaphendula; ndathetha, anaphulaphula;+ naqhubeka nisenza okubi emehlweni am,+ nanyula nento endingayoliswanga yiyo.”+