IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 26:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ngokuqinisekileyo ndiya kunizisela ikrele eliya kuwuphindezelela+ umnqophiso;+ yaye niya kuthi nihlanganisene ezixekweni zenu, ndithumele ngokuqinisekileyo indyikitya yokufa phakathi kwenu,+ ninikelwe esandleni sotshaba.+

  • Duteronomi 28:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 UYehova wokubetha ngesifo sephepha+ nangomkhuhlane otshisayo nangokukrala nangobushushu bomkhuhlane nangekrele+ nangembalela+ nangesihumba,+ zikusukele ezo nto ude utshabalale.

  • Hezekile 6:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Nina kuya kufuneka nazi ukuba ndinguYehova,+ xa ababuleweyo bephakathi kwezithixo+ zabo ezinezothe, macala onke ezibingelelweni zabo,+ phezu kweenduli+ zonke eziphakamileyo, kuzo zonke iincopho zeentaba+ naphantsi kwayo yonke imithi enabileyo+ naphantsi kwayo yonke imithi emikhulu eshinyeneyo ngamasebe,+ indawo apho banikele khona ivumba elithozamisayo kwizithixo zabo zonke ezinezothe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share