IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 36:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 UYehova uTHIXO wookhokho babo waqhubeka ethumela nxamnye nabo abathunywa bakhe,+ ebathumela kaninzi-ninzi, ngenxa yokuba waba nemfesane ngabantu bakhe+ nangendawo yakhe yokuhlala.+

  • IMizekeliso 1:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ngenxa yokuba ndimemezile kodwa nala,+ ndolule isandla sam kodwa akukho bani unikela ingqalelo,+

  • Isaya 50:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Yini na ukuba ndifike, kungekho bani?+ Ndibize, kungabikho uphendulayo?+ Sifutshane kakhulu na isandla sam ukuba singakhulula,+ okanye akukho mandla okuhlangula na kum? Khangela! Ndomisa ulwandle+ ngokhalimelo lwam;+ ndenza imilambo ibe yintlango.+ Iintlanzi zalo ziyanuka ngenxa yokungabikho kwamanzi, yaye ziyafa lunxano.+

  • Isaya 66:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Nam ndiya kunyula iindlela zokubaphatha kabuhlungu;+ yaye ndiya kubazisela izinto ezibothusayo;+ ngenxa yokuba ndibizile, kodwa akwabikho bani uphendulayo; ndathetha, kodwa akukho bani waphulaphulayo;+ yaye baqhubeka besenza okubi emehlweni am, kwaye banyula into engandiyolisanga.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share