Yobhi 28:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Waza wahlabela mgama wathi kumntu,‘Khangela! Ukoyika uYehova—bubulumko obo,+Yaye ukusuka ebubini kukuqonda.’”+ IMizekeliso 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ukoyika uYehova kuthetha ukuthiya okubi.+ Ukuziphakamisa nekratshi+ nendlela embi nomlomo onobugwenxa+ ndikuthiyile. Yeremiya 32:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Ndiza kwenza nabo umnqophiso ohlala ngokungenammiselo,+ ukuba ndingabuyi umva emva kwabo, ukuze ndibenzele okulungileyo;+ nokundoyika ndiya kukufaka entliziyweni yabo ukuze bangesuki kum.+ ISityhilelo 14:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 isithi ngelizwi elikhulu: “Moyikeni uThixo+ nimzukise,+ kuba lifikile ilixa lokugweba kwakhe,+ ngoko mnquleni Lowo wenza+ izulu nomhlaba nolwandle nemithombo yamanzi.”+
28 Waza wahlabela mgama wathi kumntu,‘Khangela! Ukoyika uYehova—bubulumko obo,+Yaye ukusuka ebubini kukuqonda.’”+
13 Ukoyika uYehova kuthetha ukuthiya okubi.+ Ukuziphakamisa nekratshi+ nendlela embi nomlomo onobugwenxa+ ndikuthiyile.
40 Ndiza kwenza nabo umnqophiso ohlala ngokungenammiselo,+ ukuba ndingabuyi umva emva kwabo, ukuze ndibenzele okulungileyo;+ nokundoyika ndiya kukufaka entliziyweni yabo ukuze bangesuki kum.+
7 isithi ngelizwi elikhulu: “Moyikeni uThixo+ nimzukise,+ kuba lifikile ilixa lokugweba kwakhe,+ ngoko mnquleni Lowo wenza+ izulu nomhlaba nolwandle nemithombo yamanzi.”+