1 Samuweli 13:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 ngoko ndazixelela ukuba,+ ‘Ke kaloku amaFilisti aya kuhla eze kum eGiligali, ndibe ndingambongazanga uYehova.’ Ngoko ndazinyanzela+ ndaza ndanikela umbingelelo otshiswayo.” 1 Samuweli 15:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 USamuweli wathi: “Ngaba uYehova lo uyoliswa yiminikelo etshiswayo+ nemibingelelo na njengoko kunjalo ngokuthotyelwa kwelizwi likaYehova? Khangela! Ukuthobela+ kulunge ngakumbi kunombingelelo,+ ukunikela ingqalelo kunamanqatha+ eenkunzi zeegusha; IMizekeliso 21:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Umbingelelo wabangendawo yinto ecekisekayo.+ Kobeka phi na xa ubani ewuzisa kunye nehambo evakalala.+ Isaya 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yekani ukuzisa nayiphi na iminikelo engakumbi yokudla okuziinkozo engenaxabiso.+ Isiqhumiso—siyinto ecekisekayo kum.+ Ukuthwasa kwenyanga+ nesabatha,+ ukubizwa kwendibano+—andinakukunyamezela ukusetyenziswa kwamandla angaqhelekanga+ kunye nendibano engcwele. Hoseya 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba ndiyoliswa bububele bothando,+ kungekhona imibingelelo;+ ndiyoliswa kukwazi uThixo kuneminikelo etshiswa kuphele.+
12 ngoko ndazixelela ukuba,+ ‘Ke kaloku amaFilisti aya kuhla eze kum eGiligali, ndibe ndingambongazanga uYehova.’ Ngoko ndazinyanzela+ ndaza ndanikela umbingelelo otshiswayo.”
22 USamuweli wathi: “Ngaba uYehova lo uyoliswa yiminikelo etshiswayo+ nemibingelelo na njengoko kunjalo ngokuthotyelwa kwelizwi likaYehova? Khangela! Ukuthobela+ kulunge ngakumbi kunombingelelo,+ ukunikela ingqalelo kunamanqatha+ eenkunzi zeegusha;
27 Umbingelelo wabangendawo yinto ecekisekayo.+ Kobeka phi na xa ubani ewuzisa kunye nehambo evakalala.+
13 Yekani ukuzisa nayiphi na iminikelo engakumbi yokudla okuziinkozo engenaxabiso.+ Isiqhumiso—siyinto ecekisekayo kum.+ Ukuthwasa kwenyanga+ nesabatha,+ ukubizwa kwendibano+—andinakukunyamezela ukusetyenziswa kwamandla angaqhelekanga+ kunye nendibano engcwele.
6 Kuba ndiyoliswa bububele bothando,+ kungekhona imibingelelo;+ ndiyoliswa kukwazi uThixo kuneminikelo etshiswa kuphele.+