25 “Yaye wena, Ezra, ngokobulumko+ bukaThixo wakho obusesandleni sakho misela oomantyi nabagwebi ukuze bagwebe ngokuqhubekayo+ bonke abantu abangaphaya koMlambo, kwanabo bonke abo bayaziyo imithetho kaThixo wakho; naye nabani na ongayaziyo niya kumfundisa.+