IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 31:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngoko uThixo waqhubeka ewuthabatha umhlambi kayihlo, wawunika mna.+

  • Duteronomi 6:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 nezindlu ezizele zizinto zonke ezintle ongazizalisanga, namaqula embiweyo ongawembanga, izidiliya neminquma ongayityalanga, wadla wanela,+

  • 1 Kumkani 3:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Yaye oko ungakucelanga ndiya kukunika,+ kokubini ubutyebi+ nozuko, ukuze kungabikho unjengawe phakathi kookumkani, yonke imihla yakho.+

  • Yobhi 42:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ke yena uYehova, wakusikelela+ ukuphela kukaYobhi emva koko ngaphezu kwesiqalo sakhe,+ kangangokuba waba neegusha ezilishumi elinesine lamawaka neenkamela ezingamawaka amathandathu nezipani zeenkomo eziliwaka neemazi zamaesile eziliwaka.

  • 1 Timoti 6:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Bayale abo bazizityebi+ kule nkqubo yezinto ukuba bangaziphakamisi,+ bangathembeli kubutyebi obungaqinisekanga,+ kodwa mabathembele kuThixo, osinika zonke izinto ngokobutyebi ukuze sizinandiphe;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share