1 Kumkani 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kwenza ngokuvumelana namazwi akho.+ Khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kukunika intliziyo elumkileyo nenokuqonda,+ ukuze kungabikho onjengawe phambi kwakho, nasemva kwakho kungaveli onjengawe.+ INtshumayeli 1:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kuba ebuninzini bobulumko kukho ubuninzi bokukhathazeka,+ ukuze lowo wandisa ukwazi andise intlungu.+ Luka 11:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ukumkanikazi+ wasemzantsi uya kuvuswa ngomgwebo nabantu besi sizukulwana yaye uya kubagwebela isohlwayo; ngenxa yokuba weza evela eziphelweni zomhlaba ukuze eve ubulumko bukaSolomon, kodwa, khangela! okuthile okungaphezu+ koSolomon kulapha.
12 khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kwenza ngokuvumelana namazwi akho.+ Khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kukunika intliziyo elumkileyo nenokuqonda,+ ukuze kungabikho onjengawe phambi kwakho, nasemva kwakho kungaveli onjengawe.+
18 Kuba ebuninzini bobulumko kukho ubuninzi bokukhathazeka,+ ukuze lowo wandisa ukwazi andise intlungu.+
31 Ukumkanikazi+ wasemzantsi uya kuvuswa ngomgwebo nabantu besi sizukulwana yaye uya kubagwebela isohlwayo; ngenxa yokuba weza evela eziphelweni zomhlaba ukuze eve ubulumko bukaSolomon, kodwa, khangela! okuthile okungaphezu+ koSolomon kulapha.