IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INtshumayeli 2:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ndathi ke mna entliziyweni yam:+ “Njengoko isiphelo sisifikela isidenge+ siya kundifikela nam, ewe, mna.”+ Kutheni, ke ngoko, ndiye ndalumka kakhulu+ ngelo xesha? Ndaza ndathi entliziyweni yam: “Kwanako oku kungamampunge.”

  • INtshumayeli 7:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Musa ukuba lilungisa kakhulu,+ yaye ungazibonakalisi usisilumko ngokugqithiseleyo.+ Yini na ukuba uziphanzise?+

  • 1 Korinte 3:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Yaye kwakhona kwathiwa: “UYehova uyazi ukuba ukuqiqa kwabantu abazizilumko kuphuthile.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share