IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Nehemiya 4:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Xa ndabona uloyiko lwabo ngoko nangoko ndasukuma ndaza ndathi kwizidwangube+ nakumasekela-baphathi+ nakwabanye abantu: “Ningoyiki+ ngenxa yabo. Khumbulani uYehova omkhulu+ naLowo woyikekayo;+ nize nilwele abazalwana benu,+ oonyana benu neentombi zenu, abafazi benu namakhaya enu.”

  • Nehemiya 9:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 “Ke kaloku, Thixo wethu, THIXO omkhulu,+ onamandla+ nowoyikekayo,+ owugcinayo umnqophiso+ nobubele bothando,+ mabungabi buncinane phambi kwakho+ bonke ubunzima obusifumeneyo thina,+ ookumkani bethu,+ iinkosana zethu+ nababingeleli bethu+ nabaprofeti bethu+ nookhokho bethu+ nabo bonke abantu bakho ukususela kwimihla yookumkani baseAsiriya kude kube ngulo mhla.+

  • INdumiso 48:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 48 UYehova mkhulu yaye ngowokudunyiswa kakhulu+

      Kwisixeko soThixo wethu,+ entabeni yakhe engcwele.+

  • INdumiso 145:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 UYehova mkhulu yaye ngowokudunyiswa kakhulu,+

      Nobukhulu bakhe abuphengululeki.+

  • Yeremiya 32:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Lowo ubonakalisa ububele bothando kuwo amawaka,+ nobuyekeza isiphoso sooyise esifubeni soonyana babo emva kwabo,+ THIXO oyinyaniso, Lowo mkhulu,+ Lowo unamandla,+ ogama lakhe+ linguYehova wemikhosi,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share