IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 21:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 yabona ndikuzisela intlekele;+ yaye ndiya kutshayela emva kwakho+ ndize ndinqumle kwa-Ahabhi nabani na ochamela eludongeni+ nongeloncedo nongento yanto kwaSirayeli.

  • 2 Kumkani 10:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngapha koko, uYehu wahamba waya kubaxabela bonke ababesele kwindlu ka-Ahabhi eYizereli nawo onke amadoda akhe abalaseleyo+ nabo bonke abo wayebaqhelile nababingeleli bakhe,+ de akashiya namnye wakhe usindayo.+

  • Yeremiya 22:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Utsho uYehova ukuthi, ‘Bhalani phantsi ukuba le ndoda ayinabantwana,+ le ndoda yomeleleyo ayiyi kuba nayo nayiphi na impumelelo ngemihla yayo; kuba enzaleni yayo akukho namnye oya kuba nayo nayiphi na impumelelo,+ ohlala etroneni kaDavide+ nophinda alawule kwaYuda.’”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share