2 Kronike 36:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ekuthwaseni+ konyaka uKumkani uNebhukadenetsare wathumela+ ukuba kuziswe eBhabhiloni+ iimpahla ezinqwenelekayo zendlu kaYehova.+ Ngapha koko, wenza uZedekiya+ uyisekazi ukumkani wakwaYuda naseYerusalem.+ Yeremiya 36:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngoko ke utsho uYehova kuYehoyakim ukumkani wakwaYuda ukuthi, ‘Akayi kuba nabani wokuhlala etroneni kaDavide,+ nesidumbu sakhe siya kuphoselwa phandle+ ebushushwini emini naseqabakeni ebusuku.
10 Ekuthwaseni+ konyaka uKumkani uNebhukadenetsare wathumela+ ukuba kuziswe eBhabhiloni+ iimpahla ezinqwenelekayo zendlu kaYehova.+ Ngapha koko, wenza uZedekiya+ uyisekazi ukumkani wakwaYuda naseYerusalem.+
30 Ngoko ke utsho uYehova kuYehoyakim ukumkani wakwaYuda ukuthi, ‘Akayi kuba nabani wokuhlala etroneni kaDavide,+ nesidumbu sakhe siya kuphoselwa phandle+ ebushushwini emini naseqabakeni ebusuku.