Eksodus 32:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Khawusixolele ngoko isono saso,+—ukuba akunakuba njalo, nceda undicime,+ encwadini yakho+ oyibhalileyo.” ISityhilelo 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngaloo ndlela uya kuthi lowo woyisayo+ avathiswe izambatho zangaphezulu ezimhlophe;+ yaye andisayi kuze ndilicime igama lakhe kwincwadi yobomi,+ kodwa ndiya kulivuma igama lakhe phambi koBawo+ naphambi kweengelosi zakhe.+ ISityhilelo 20:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngapha koko, nabani na ongafunyanwanga ebhaliwe encwadini yobomi+ waphoswa edikeni lomlilo.+
32 Khawusixolele ngoko isono saso,+—ukuba akunakuba njalo, nceda undicime,+ encwadini yakho+ oyibhalileyo.”
5 Ngaloo ndlela uya kuthi lowo woyisayo+ avathiswe izambatho zangaphezulu ezimhlophe;+ yaye andisayi kuze ndilicime igama lakhe kwincwadi yobomi,+ kodwa ndiya kulivuma igama lakhe phambi koBawo+ naphambi kweengelosi zakhe.+