Eksodus 8:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wathi: “Ngomso.” Wabuya wathi ke yena: “Kuya kuba ngokwelizwi lakho, ukuze wazi ukuba akukho bani unjengoYehova uThixo wethu,+ Eksodus 15:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngubani na onjengawe phakathi koothixo, Yehova?+Ngubani na onjengawe, wena uvethe amandla obungcwele?+Wena ungowokoyikwa+ ngeengoma zokudumisa,+ Wena wenza izinto ezimangalisayo.+ INdumiso 113:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngubani na onjengoYehova uThixo wethu,+Yena ohlala phezulu?+ Isaya 40:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “Kodwa ningandifanisa nabani, ndilingane naye?” utsho Lowo Ungcwele.+ Yeremiya 10:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Akukho namnye unjengawe, Yehova.+ Umkhulu, negama lakho likhulu ngamandla.+
10 Wathi: “Ngomso.” Wabuya wathi ke yena: “Kuya kuba ngokwelizwi lakho, ukuze wazi ukuba akukho bani unjengoYehova uThixo wethu,+
11 Ngubani na onjengawe phakathi koothixo, Yehova?+Ngubani na onjengawe, wena uvethe amandla obungcwele?+Wena ungowokoyikwa+ ngeengoma zokudumisa,+ Wena wenza izinto ezimangalisayo.+