INdumiso 13:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Koda kube nini na undilibala, Yehova?+ Ngonaphakade na?+Koda kube nini na ubufihlile ubuso bakho kum?+ Isaya 47:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndabacaphukela abantu bam.+ Ndalihlambela ilifa lam,+ ndabanikela esandleni sakho.+ Akuzange ubenzele nceba.+ Wayenza yanzima idyokhwe yakho phezu kwendoda endala.+ Hezekile 39:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Neentlanga ziya kwazi ukuba indlu kaSirayeli, yaya ekuthinjweni+ ngenxa yesiphoso sayo, kuba yaziphatha ngokungathembeki kum, kangangokuba ndabufihla ubuso bam kuyo+ ndaza ndayinikela esandleni seentshaba zayo, yaza yawa yonke likrele.+
13 Koda kube nini na undilibala, Yehova?+ Ngonaphakade na?+Koda kube nini na ubufihlile ubuso bakho kum?+
6 Ndabacaphukela abantu bam.+ Ndalihlambela ilifa lam,+ ndabanikela esandleni sakho.+ Akuzange ubenzele nceba.+ Wayenza yanzima idyokhwe yakho phezu kwendoda endala.+
23 Neentlanga ziya kwazi ukuba indlu kaSirayeli, yaya ekuthinjweni+ ngenxa yesiphoso sayo, kuba yaziphatha ngokungathembeki kum, kangangokuba ndabufihla ubuso bam kuyo+ ndaza ndayinikela esandleni seentshaba zayo, yaza yawa yonke likrele.+