IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 2:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ke yena uYehova, baya kunkwantya abo basukuzana naye;+

      Uya kubadudumela esemazulwini.+

      UYehova uya kugweba iziphelo zomhlaba,+

      Ukuze abe nokunika ukumkani wakhe amandla,+

      Ukuze abe nokuluphakamisa uphondo lothanjisiweyo wakhe.”+

  • INdumiso 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Ookumkani bomhlaba basuke bema+

      Namagosa aphakamileyo abuthene ndawonye njengamntu mnye+

      Nxamnye noYehova+ nomthanjiswa wakhe,+

  • Luka 17:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 nabantu abayi kuthi, ‘Nabu apha!’ okanye, ‘Nabuya phaya!’+ Kuba, khangelani! ubukumkani bukaThixo buphakathi kwenu.”+

  • Yohane 1:41
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 41 Kuqala yena wafumana umntakwabo, uSimon, waza wathi kuye: “Simfumene uMESIYA”+ (xa liguqulelwa, lithetha uKristu).+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share