IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 16:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kukho indlela ethe tye phambi komntu,+ kodwa ukuphela kwayo ziindlela zokufa.+

  • IMizekeliso 21:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Zonke iindlela zendoda zithe tye emehlweni ayo,+ kodwa uYehova ucikida iintliziyo.+

  • Daniyeli 4:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 “Ke kaloku, mna Nebhukadenetsare, ndiyamdumisa ndimphakamisa kwaye ndimzukisa uKumkani wamazulu,+ ngenxa yokuba yonke imisebenzi yakhe iyinyaniso neendlela zakhe zisesikweni,+ nangenxa yokuba abo bahamba ngekratshi unako ukubathoba.”+

  • Hoseya 14:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngubani na onobulumko, ukuze aziqonde ezi zinto?+ Ngubani na ingqondi, enokuzazi?+ Kuba iindlela zikaYehova zithe tye,+ yaye amalungisa aya kuhamba ngazo;+ kodwa abanxaxhayo baya kukhubeka kuzo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share