Yeremiya 2:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “‘Kuba kwakudala ndayaphula idyokhwe yakho;+ ndaziqhawula izibopho zakho. Kodwa wathi: “Andizi kukhonza,” kuba walala wanaba+ phezu kweenduli zonke eziphakamileyo naphantsi kwemithi yonke enabileyo,+ uzenza unongogo.+ Hezekile 16:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Wathabatha ke ezinye zezambatho zakho waza wezenzela iindawo eziphakamileyo+ zemibala ngemibala, wazenza unongogo kuzo+—nto leyo engatshongo khona, obungafanelanga kuyenza. Hezekile 23:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Yaye oonyana baseBhabhiloni baqhubeka besiza kuye, kumandlalo wezincokoliso zothando, bamenza inqambi ngeentlobano zokuziphatha okubi;+ waqhubeka ezenza inqambi ngabo, waza umphefumlo wakhe wemka kuzo uzothekile.
20 “‘Kuba kwakudala ndayaphula idyokhwe yakho;+ ndaziqhawula izibopho zakho. Kodwa wathi: “Andizi kukhonza,” kuba walala wanaba+ phezu kweenduli zonke eziphakamileyo naphantsi kwemithi yonke enabileyo,+ uzenza unongogo.+
16 Wathabatha ke ezinye zezambatho zakho waza wezenzela iindawo eziphakamileyo+ zemibala ngemibala, wazenza unongogo kuzo+—nto leyo engatshongo khona, obungafanelanga kuyenza.
17 Yaye oonyana baseBhabhiloni baqhubeka besiza kuye, kumandlalo wezincokoliso zothando, bamenza inqambi ngeentlobano zokuziphatha okubi;+ waqhubeka ezenza inqambi ngabo, waza umphefumlo wakhe wemka kuzo uzothekile.