Eksodus 14:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yandula ingelosi+ kaTHIXO oyinyaniso eyayihamba phambi kweqela lamaSirayeli yaya emva kwalo, wasuka umqulu welifu phambi kwalo, wema emva kwalo.+ Isaya 52:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba aniyi kuphuma ngokuphakuzela, yaye aniyi kuhamba ngokusaba.+ Kuba uYehova uya kube ehamba kanye phambi kwenu,+ uTHIXO kaSirayeli uya kunikhusela ngasemva.+
19 Yandula ingelosi+ kaTHIXO oyinyaniso eyayihamba phambi kweqela lamaSirayeli yaya emva kwalo, wasuka umqulu welifu phambi kwalo, wema emva kwalo.+
12 Kuba aniyi kuphuma ngokuphakuzela, yaye aniyi kuhamba ngokusaba.+ Kuba uYehova uya kube ehamba kanye phambi kwenu,+ uTHIXO kaSirayeli uya kunikhusela ngasemva.+