Isaya 57:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Mna ndiya kubuxela ubulungisa bakho+ nemisebenzi yakho,+ ukuba ayiyi kuba yingenelo kuwe.+ Isaya 64:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kwaye siba njengalowo ungahlambulukanga, thina sonke, yaye zonke izenzo zethu zobulungisa zinjengesambatho samathuba okuba sexesheni;+ yaye siya kunyamalala njengamagqabi,+ thina sonke, neziphoso zethu ziya kusithwalela kude kanye njengomoya.+ ISityhilelo 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngenxa yokuba uthi: “Ndisisityebi,+ ndizuze ubutyebi, andiswele nto,” kodwa akwazi ukuba uludwayi nosizana nehlwempu nemfama+ kwaye uhamba ze,
6 Kwaye siba njengalowo ungahlambulukanga, thina sonke, yaye zonke izenzo zethu zobulungisa zinjengesambatho samathuba okuba sexesheni;+ yaye siya kunyamalala njengamagqabi,+ thina sonke, neziphoso zethu ziya kusithwalela kude kanye njengomoya.+
17 Ngenxa yokuba uthi: “Ndisisityebi,+ ndizuze ubutyebi, andiswele nto,” kodwa akwazi ukuba uludwayi nosizana nehlwempu nemfama+ kwaye uhamba ze,