INdumiso 21:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Uya kubamisa njengeziko lomlilo ngexesha elimiselweyo lengqalelo yakho.+UYehova uya kubaginya ngomsindo wakhe, yaye umlilo wakhe uya kubadla.+ Isaya 1:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngoko ke lilo eli ilizwi leNkosi eyinyaniso, uYehova wemikhosi, Lowo unaMandla kaSirayeli:+ “Heke! Ndiya kuzikhulula kwiintshaba zam, ndiziphindezelele+ ezintshabeni zam.+ IZililo 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UYehova ubufezile ubushushu bakhe.+ Uphalaze umsindo wakhe ovuthayo.+Yaye uvuthisa umlilo eZiyon, odla ugqibe iziseko zayo.+ Hezekile 5:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Uya kwandula ke uphele+ umsindo wam,+ ndibuthomalalise ubushushu bam kubo ndize ndizithuthuzele;+ kuya kufuneka ke bazi ukuba mna, Yehova, ndithethile ngokuzingisa ekufuneni uzinikelo olupheleleyo,+ xa ndiwuphelelisa kubo umsindo wam. Luka 19:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngaphezu koko, ezi ntshaba zam ezazingafuni ukuba ndibe ngukumkani phezu kwazo ziziseni apha nize nizibulale ngogonyamelo phambi kwam.’”+
9 Uya kubamisa njengeziko lomlilo ngexesha elimiselweyo lengqalelo yakho.+UYehova uya kubaginya ngomsindo wakhe, yaye umlilo wakhe uya kubadla.+
24 Ngoko ke lilo eli ilizwi leNkosi eyinyaniso, uYehova wemikhosi, Lowo unaMandla kaSirayeli:+ “Heke! Ndiya kuzikhulula kwiintshaba zam, ndiziphindezelele+ ezintshabeni zam.+
11 UYehova ubufezile ubushushu bakhe.+ Uphalaze umsindo wakhe ovuthayo.+Yaye uvuthisa umlilo eZiyon, odla ugqibe iziseko zayo.+
13 Uya kwandula ke uphele+ umsindo wam,+ ndibuthomalalise ubushushu bam kubo ndize ndizithuthuzele;+ kuya kufuneka ke bazi ukuba mna, Yehova, ndithethile ngokuzingisa ekufuneni uzinikelo olupheleleyo,+ xa ndiwuphelelisa kubo umsindo wam.
27 Ngaphezu koko, ezi ntshaba zam ezazingafuni ukuba ndibe ngukumkani phezu kwazo ziziseni apha nize nizibulale ngogonyamelo phambi kwam.’”+