IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 32:43
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 43 Chulumancani, zintlanga, kunye nabantu bakhe,+

      Ngokuba uya kuliphindezelela igazi labakhonzi bakhe,+

      Abuyisele impindezelo kwiintshaba zakhe+

      Awucamagushele umhlaba wakhe nabantu bakhe.”

  • Isaya 59:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Uya kubavuza ngokwezenzo zabo,+ akhuphele umsindo wakhe kwabo bachasene naye, azibuyekeze ngokwempatho yazo iintshaba zakhe.+ Kwiziqithi uya kubuyekeza impatho efaneleyo.+

  • Hezekile 5:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Uya kwandula ke uphele+ umsindo wam,+ ndibuthomalalise ubushushu bam kubo ndize ndizithuthuzele;+ kuya kufuneka ke bazi ukuba mna, Yehova, ndithethile ngokuzingisa ekufuneni uzinikelo olupheleleyo,+ xa ndiwuphelelisa kubo umsindo wam.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share