IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 4:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngaloo mini oko uYehova akuhlumisayo+ kuya kuba kokokuhombisa nokozuko,+ yaye isiqhamo selizwe siya kuba yinto yokuqhayisa+ nento entle kwabo basindileyo bakwaSirayeli.+

  • Isaya 26:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 “Abafileyo bakho baya kuphila.+ Izidumbu zakowethu—ziya kuvuka.+ Vukani nize nimemelele ngovuyo, nina bahlala eluthulini!+ Kuba umbethe wenu+ unjengombethe wemifuno,+ nomhlaba uya kubangela bazalwe kwanabo bangenamandla ekufeni.+

  • Yohane 11:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 UMarta wathi kuye: “Ndiyazi ukuba uza kuvuka eluvukweni+ ngomhla wokugqibela.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share