Ezra 10:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke kaloku masenze umnqophiso+ noThixo wethu wokulahla+ bonke abafazi nabo bazelwe ngabo ngokwecebo likaYehova nelabo bangcangcazelayo+ ngumyalelo+ woThixo wethu, ukuze kwenziwe ngokomthetho.+ Isaya 66:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Ke kaloku zonke ezi zinto zenziwe sisandla sam, ukuze nje zona zonke zibekho,”+ utsho uYehova. “Ngoko, ndiya kukhangela kulo, kulowo uxhwalekileyo nokhathazekileyo emoyeni+ nongcangcazelayo lilizwi lam.+ Yeremiya 36:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ke kaloku kwathi kamsinya nje zakuweva onke la mazwi, zajongana zinkwantya; zathi kuBharuki: “Nakanjani na siya kumxelela ukumkani onke la mazwi.”+ Habhakuki 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ndeva saza isisu sam saqalisa ukuphazamiseka; sakuvakala eso sandi imilebe yam yabebezela; ukubola kwaqalisa ukungena emathanjeni am;+ ndaza ndaphazamiseka kwimeko yam, ukuze ngokuzola ndilindele imini yokubandezeleka,+ ukuza kwakhe ebantwini,+ ukuze abahlasele.
3 Ke kaloku masenze umnqophiso+ noThixo wethu wokulahla+ bonke abafazi nabo bazelwe ngabo ngokwecebo likaYehova nelabo bangcangcazelayo+ ngumyalelo+ woThixo wethu, ukuze kwenziwe ngokomthetho.+
2 “Ke kaloku zonke ezi zinto zenziwe sisandla sam, ukuze nje zona zonke zibekho,”+ utsho uYehova. “Ngoko, ndiya kukhangela kulo, kulowo uxhwalekileyo nokhathazekileyo emoyeni+ nongcangcazelayo lilizwi lam.+
16 Ke kaloku kwathi kamsinya nje zakuweva onke la mazwi, zajongana zinkwantya; zathi kuBharuki: “Nakanjani na siya kumxelela ukumkani onke la mazwi.”+
16 Ndeva saza isisu sam saqalisa ukuphazamiseka; sakuvakala eso sandi imilebe yam yabebezela; ukubola kwaqalisa ukungena emathanjeni am;+ ndaza ndaphazamiseka kwimeko yam, ukuze ngokuzola ndilindele imini yokubandezeleka,+ ukuza kwakhe ebantwini,+ ukuze abahlasele.