Isaya 65:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Khangelani! Abakhonzi bam baya kudla,+ kodwa nina niya kulamba.+ Khangelani! abakhonzi bam baya kusela,+ kodwa nina niya kunxanwa.+ Khangelani! Abakhonzi bam baya kuba nemihlali,+ kodwa nina niya kudana.+ Yeremiya 17:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Owu Yehova, themba likaSirayeli,+ bonke abo bakushiyayo baya kuhlaziswa.+ Abo bawexukayo kum+ baya kubhalwa phantsi emhlabeni, ngenxa yokuba bawushiyile umthombo wamanzi aphilayo, uYehova.+ Yeremiya 17:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Abatshutshisi bam mabahlaziswe,+ kodwa mna ngokobuqu mandingahlaziswa.+ Mayibe ngabo abangenwa lunkwantyo, kodwa mna ngokobuqu mandingangenwa lunkwantyo. Bazisele umhla wentlekele,+ uze ubaphule ngokuwa okukhulu ngokuphindwe kabini.+
13 Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Khangelani! Abakhonzi bam baya kudla,+ kodwa nina niya kulamba.+ Khangelani! abakhonzi bam baya kusela,+ kodwa nina niya kunxanwa.+ Khangelani! Abakhonzi bam baya kuba nemihlali,+ kodwa nina niya kudana.+
13 Owu Yehova, themba likaSirayeli,+ bonke abo bakushiyayo baya kuhlaziswa.+ Abo bawexukayo kum+ baya kubhalwa phantsi emhlabeni, ngenxa yokuba bawushiyile umthombo wamanzi aphilayo, uYehova.+
18 Abatshutshisi bam mabahlaziswe,+ kodwa mna ngokobuqu mandingahlaziswa.+ Mayibe ngabo abangenwa lunkwantyo, kodwa mna ngokobuqu mandingangenwa lunkwantyo. Bazisele umhla wentlekele,+ uze ubaphule ngokuwa okukhulu ngokuphindwe kabini.+