Isaya 54:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Ndakushiya ngokupheleleyo okomzuzwana omncinane,+ kodwa ndiya kukuqokelela ndawonye ngeenceba ezinkulu.+ Yeremiya 30:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Oonyana bakhe baya kuba njengakumaxesha angaphambili, naphambi kwam indibano yakhe iya kumiselwa ngokuqinileyo.+ Ndiza kuphethulela ingqalelo yam kubo bonke abacinezeli bakhe.+
7 “Ndakushiya ngokupheleleyo okomzuzwana omncinane,+ kodwa ndiya kukuqokelela ndawonye ngeenceba ezinkulu.+
20 Oonyana bakhe baya kuba njengakumaxesha angaphambili, naphambi kwam indibano yakhe iya kumiselwa ngokuqinileyo.+ Ndiza kuphethulela ingqalelo yam kubo bonke abacinezeli bakhe.+