2 Kumkani 17:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngonyaka wesithoba kaHosheya, ukumkani waseAsiriya wayithimba iSamariya+ waza wakhokelela uSirayeli ekuthinjweni+ eAsiriya kwaye wabahlalisa apho eHala+ naseHabhore kuMlambo iGozan+ nakwizixeko zamaMedi.+ Isaya 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Intloko yakwaEfrayim yiSamariya,+ nentloko yeSamariya ngunyana kaRemaliya.+ Ukuba aninalukholo, aniyi kuhlala ixesha elide.”’”+
6 Ngonyaka wesithoba kaHosheya, ukumkani waseAsiriya wayithimba iSamariya+ waza wakhokelela uSirayeli ekuthinjweni+ eAsiriya kwaye wabahlalisa apho eHala+ naseHabhore kuMlambo iGozan+ nakwizixeko zamaMedi.+
9 Intloko yakwaEfrayim yiSamariya,+ nentloko yeSamariya ngunyana kaRemaliya.+ Ukuba aninalukholo, aniyi kuhlala ixesha elide.”’”+