IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 7:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi: “Lungisani iindlela zenu nezenzo zenu, yaye ndiza kunigcina nihlala kule ndawo.+

  • Yeremiya 35:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kwaye ndamana ndithumela kuni bonke abakhonzi bam abaprofeti,+ ndivuka ekuseni ndize ndithumele kubo, ndisithi, ‘Khanincede, nibuye, ngamnye endleleni yakhe embi,+ nize nilungise izenzo zenu,+ ningalandeli abanye oothixo ukuba nibakhonze.+ Qhubekani nihlala emhlabeni endiwunike nina nookhokho benu.’+ Kodwa anizange niyithobe indlebe yenu, ningazange nindiphulaphule.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share