ABagwebi 10:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kodwa oonyana bakaSirayeli bathi kuYehova: “Sonile.+ Yenza wena kuthi nantoni na elungileyo emehlweni akho.+ Kuphela, nceda, usihlangule ngalo mhla.”+ 2 Kronike 20:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ‘Ukuba kungeza intlekele,+ ikrele, umgwebo oqatha, okanye indyikitya yokufa+ okanye indlala,+ masime phambi kwale ndlu+ phambi kwakho (kuba igama lakho+ likule ndlu), ukuze simemeze kuwe sicele uncedo siphume ekubandezelekeni kwethu, uve uze usindise.’+ INdumiso 78:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngalo lonke ixesha ebabulala, babebuzisa ngaye,+Baza babuya bamfuna uThixo.+ INdumiso 106:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Sisindise, Yehova Thixo wethu,+Uze usiqokelele ndawonye ezintlangeni+Ukuze sibulele igama lakho elingcwele,+Sithethe ngemigcobo indumiso yakho.+ Isaya 26:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Owu Yehova, ebudeni bokubandezeleka baphethulele ingqalelo yabo kuwe;+ bathulula umthandazo besebeza ekufumaneni kwabo ingqeqesho yakho.+ Hoseya 5:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ndiya kuhamba, ndibuyele endaweni yam de balithwale ityala labo;+ ngokuqinisekileyo baya kubufuna ubuso bam.+ Xa besengxakini enkulu,+ baya kundifuna.”+
15 Kodwa oonyana bakaSirayeli bathi kuYehova: “Sonile.+ Yenza wena kuthi nantoni na elungileyo emehlweni akho.+ Kuphela, nceda, usihlangule ngalo mhla.”+
9 ‘Ukuba kungeza intlekele,+ ikrele, umgwebo oqatha, okanye indyikitya yokufa+ okanye indlala,+ masime phambi kwale ndlu+ phambi kwakho (kuba igama lakho+ likule ndlu), ukuze simemeze kuwe sicele uncedo siphume ekubandezelekeni kwethu, uve uze usindise.’+
47 Sisindise, Yehova Thixo wethu,+Uze usiqokelele ndawonye ezintlangeni+Ukuze sibulele igama lakho elingcwele,+Sithethe ngemigcobo indumiso yakho.+
16 Owu Yehova, ebudeni bokubandezeleka baphethulele ingqalelo yabo kuwe;+ bathulula umthandazo besebeza ekufumaneni kwabo ingqeqesho yakho.+
15 Ndiya kuhamba, ndibuyele endaweni yam de balithwale ityala labo;+ ngokuqinisekileyo baya kubufuna ubuso bam.+ Xa besengxakini enkulu,+ baya kundifuna.”+