2 Kumkani 24:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 UZedekiya+ wayeneminyaka engamashumi amabini ananye ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula iminyaka elishumi elinanye eYerusalem. Igama likanina lalinguHamutali+ intombi kaYeremiya waseLibhena. 1 Kronike 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Bona oonyana bakaYosiya yayilizibulo uYohanan, owesibini, yayinguYehoyakim,+ owesithathu, yayinguZedekiya,+ owesine, yayinguShalum. 2 Kronike 36:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ekuthwaseni+ konyaka uKumkani uNebhukadenetsare wathumela+ ukuba kuziswe eBhabhiloni+ iimpahla ezinqwenelekayo zendlu kaYehova.+ Ngapha koko, wenza uZedekiya+ uyisekazi ukumkani wakwaYuda naseYerusalem.+
18 UZedekiya+ wayeneminyaka engamashumi amabini ananye ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula iminyaka elishumi elinanye eYerusalem. Igama likanina lalinguHamutali+ intombi kaYeremiya waseLibhena.
15 Bona oonyana bakaYosiya yayilizibulo uYohanan, owesibini, yayinguYehoyakim,+ owesithathu, yayinguZedekiya,+ owesine, yayinguShalum.
10 Ekuthwaseni+ konyaka uKumkani uNebhukadenetsare wathumela+ ukuba kuziswe eBhabhiloni+ iimpahla ezinqwenelekayo zendlu kaYehova.+ Ngapha koko, wenza uZedekiya+ uyisekazi ukumkani wakwaYuda naseYerusalem.+