2 Kumkani 25:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bandula ke bambamba ukumkani+ baza bamnyusa bamsa kukumkani waseBhabhiloni eRibhela,+ ukuze bavakalise isigwebo sakhe. 2 Kronike 36:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko wanyusa nxamnye nabo ukumkani wamaKhaledi,+ owabulala abafana babo ngekrele+ endlwini yabo engcwele,+ akabanga namfesane ngamfana nangantombi inyulu, omdala okanye owalupheleyo.+ Yonk’ into wayinikela esandleni sakhe. Yeremiya 37:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 UKumkani uZedekiya wathumela, wamthabatha, waza ukumkani waqalisa ukumbuza imibuzo endlwini yakhe emfihlekweni.+ Yaye wahlabela mgama wathi: “Likho na ilizwi elivela kuYehova?” Wathi ke uYeremiya: “Likho!” Waza ngokubhekele phaya wathi: “Uya kunikelwa esandleni sokumkani waseBhabhiloni!”+ Yeremiya 39:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Umkhosi wamajoni amaKhaledi wabasukela,+ waza wamfumana uZedekiya emathafeni ayinkqantosi aseYeriko.+ Wandula ke wamthabatha wamzisa kuNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni eRibhela+ kwilizwe laseHamati+ ukuze avakalise izigwebo zakhe.+ Yeremiya 52:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wandula ke wambamba ukumkani waza wamnyusa wamsa kukumkani waseBhabhiloni+ eRibhela+ kwilizwe laseHamati,+ ukuze avakalise kuye isigwebo.+ Hezekile 17:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ndiza kuwaneka phezu kwakhe umnatha wam, yaye ngokuqinisekileyo uya kubanjiswa ngumnatha wam wokuzingela;+ kwaye ndiya kumsa eBhabhiloni ndize ndimgwebe apho ngenxa yokungathembeki kwakhe enze ngako kum.+
6 Bandula ke bambamba ukumkani+ baza bamnyusa bamsa kukumkani waseBhabhiloni eRibhela,+ ukuze bavakalise isigwebo sakhe.
17 Ngoko wanyusa nxamnye nabo ukumkani wamaKhaledi,+ owabulala abafana babo ngekrele+ endlwini yabo engcwele,+ akabanga namfesane ngamfana nangantombi inyulu, omdala okanye owalupheleyo.+ Yonk’ into wayinikela esandleni sakhe.
17 UKumkani uZedekiya wathumela, wamthabatha, waza ukumkani waqalisa ukumbuza imibuzo endlwini yakhe emfihlekweni.+ Yaye wahlabela mgama wathi: “Likho na ilizwi elivela kuYehova?” Wathi ke uYeremiya: “Likho!” Waza ngokubhekele phaya wathi: “Uya kunikelwa esandleni sokumkani waseBhabhiloni!”+
5 Umkhosi wamajoni amaKhaledi wabasukela,+ waza wamfumana uZedekiya emathafeni ayinkqantosi aseYeriko.+ Wandula ke wamthabatha wamzisa kuNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni eRibhela+ kwilizwe laseHamati+ ukuze avakalise izigwebo zakhe.+
9 Wandula ke wambamba ukumkani waza wamnyusa wamsa kukumkani waseBhabhiloni+ eRibhela+ kwilizwe laseHamati,+ ukuze avakalise kuye isigwebo.+
20 Ndiza kuwaneka phezu kwakhe umnatha wam, yaye ngokuqinisekileyo uya kubanjiswa ngumnatha wam wokuzingela;+ kwaye ndiya kumsa eBhabhiloni ndize ndimgwebe apho ngenxa yokungathembeki kwakhe enze ngako kum.+