IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 30:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 wobabuyisa ke uYehova uThixo wakho abathinjwa bakho,+ akwenzele inceba,+ akuqokelele kwakhona ezizwaneni zonke akuchithachithele kuzo uYehova uThixo wakho.+

  • Isaya 43:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Musa ukoyika, kuba ndinawe.+ Ndiya kuyizisa imbewu yakho ivela empumalanga, ndikuqokelele ndawonye uvela entshonalanga.+

  • Yeremiya 23:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “Mna ndiya kuqokelela ndawonye intsalela yezimvu zam emazweni onke endandizisasazele kuwo,+ ndizibuyisele edlelweni lazo,+ yaye ngokuqinisekileyo ziya kuqhama zande.+

  • Hezekile 34:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Yaye ndiya kuzikhupha kwizizwana ndiziqokelele ndawonye+ zivela emazweni ndize ndizizise emhlabeni+ wazo, ndizondle ezintabeni zakwaSirayeli, ngasemisingeni nangakuzo zonke iindawo zokuhlala zelizwe.+

  • Hezekile 37:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 “Thetha ke kubo uthi, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yabonani, ndithabatha oonyana bakaSirayeli phakathi kweentlanga abaye kuzo, yaye ndiza kubaqokelela ndawonye macala onke ndize ndibazise emhlabeni wabo.+

  • Hoseya 1:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngokuqinisekileyo oonyana bakaYuda noonyana bakaSirayeli baya kuqokelelana ndawonye ngomanyano+ yaye baya kuzimisela intloko enye baze banyuke baphume kwelo lizwe,+ ngenxa yokuba iya kuba nkulu imini yaseYizereli.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share