Yeremiya 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ubunongogo bakhe baba ngenxa yembono yakhe engaphucukanga, yaye waqhubeka engcolisa ilizwe+ waza wakrexeza namatye nemithi;+ Yeremiya 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Owu ukuba nje bendinendawo yokuhlala yabahambi entlango!+ Bendiya kubashiya abantu bam ndize ndimke kubo, kuba bonke bangabakrexezi,+ indibano yamaqhophololo;+ Yeremiya 13:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 izenzo zakho zokukrexeza+ nokukhala kwakho,+ ihambo yakho evakalala yobunongogo. Ezindulini, endle, ndizibonile izinto zakho ezilizothe.+ Yeha ke wena, Yerusalem! Akunakuhlambuluka+—emva kwethuba elingakanani na?”+ Hezekile 16:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Umfazi okrexezayo, uthabatha abasemzini esikhundleni sendoda yakhe.+ Hoseya 7:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Bonke bangabakrexezi,+ njengeziko elibaswa ngumbhaki, oyekayo ukukhwezela emva kokuxova intlama ide inyuke.
9 Ubunongogo bakhe baba ngenxa yembono yakhe engaphucukanga, yaye waqhubeka engcolisa ilizwe+ waza wakrexeza namatye nemithi;+
2 Owu ukuba nje bendinendawo yokuhlala yabahambi entlango!+ Bendiya kubashiya abantu bam ndize ndimke kubo, kuba bonke bangabakrexezi,+ indibano yamaqhophololo;+
27 izenzo zakho zokukrexeza+ nokukhala kwakho,+ ihambo yakho evakalala yobunongogo. Ezindulini, endle, ndizibonile izinto zakho ezilizothe.+ Yeha ke wena, Yerusalem! Akunakuhlambuluka+—emva kwethuba elingakanani na?”+
4 Bonke bangabakrexezi,+ njengeziko elibaswa ngumbhaki, oyekayo ukukhwezela emva kokuxova intlama ide inyuke.