IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 2:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Luthintele unyawo lwakho lungabi ze, nomqala wakho elunxanweni.+ Kodwa wathi, ‘Akukho themba!+ Hayi, kuba ndibathandile abasemzini,+ yaye ndiza kulandela bona.’+

  • Yeremiya 3:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kukho intetho ethi: “Ukuba indoda ingamndulula umfazi wayo aze yena okunene emke kuyo abe ngowenye indoda, ifanele ibuyele kuye na kwakhona?”+

      Alingcoliswanga na ngokuqinisekileyo elo lizwe?+

      “Wena ke uye waba ngunongogo unamaqabane amaninzi;+ unokubuyela na ke kum?”+ utsho uYehova.

  • Yeremiya 3:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 ‘Eneneni, njengomfazi oye wahamba ngobuqhophololo kwiqabane lakhe,+ ngokunjalo nani, ndlu kaSirayeli, nindenzele ubuqhophololo,’+ utsho uYehova.”

  • Hoseya 3:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Yaye uYehova waqhubeka wathi kum: “Phinda umthande, umfazi othandwa liqabane+ ekrexeza, njengoko kunjalo ngemeko yothando lukaYehova ngoonyana bakaSirayeli+ ngoxa bephethukela kwabanye oothixo+ nasekuthandeni izicumba zeerasintyisi.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share