Isaya 24:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ilizwe lizilile,+ liphelelwe. Ilizwe elinemveliso libunile, liphelelwe. Abo baphakamileyo ebantwini belizwe babunile.+ Yeremiya 12:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuya kude kube nini na ilizwe libuna,+ notyani bonke basendle busoma?+ Ngenxa yobubi babo bahlala kulo izilo nezidalwa eziphaphazelayo zitshayelwe.+ Kuba bathe: “Akaliboni ikamva lethu.” Hoseya 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kungenxa yoko le nto eli lizwe liya kuzila+ naye wonke ummi okulo eya kuphelelwa kunye namarhamncwa asendle nezidalwa eziphaphazelayo zasemazulwini, kwaneentlanzi zaselwandle ziya kuhlanganiselwa ekufeni.+ Yoweli 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Intsimi iphangiwe,+ umhlaba uzilile;+ kuba ukudla okuziinkozo kuphangiwe, iwayini entsha yomile,+ ioli yomile.+
4 Ilizwe lizilile,+ liphelelwe. Ilizwe elinemveliso libunile, liphelelwe. Abo baphakamileyo ebantwini belizwe babunile.+
4 Kuya kude kube nini na ilizwe libuna,+ notyani bonke basendle busoma?+ Ngenxa yobubi babo bahlala kulo izilo nezidalwa eziphaphazelayo zitshayelwe.+ Kuba bathe: “Akaliboni ikamva lethu.”
3 Kungenxa yoko le nto eli lizwe liya kuzila+ naye wonke ummi okulo eya kuphelelwa kunye namarhamncwa asendle nezidalwa eziphaphazelayo zasemazulwini, kwaneentlanzi zaselwandle ziya kuhlanganiselwa ekufeni.+
10 Intsimi iphangiwe,+ umhlaba uzilile;+ kuba ukudla okuziinkozo kuphangiwe, iwayini entsha yomile,+ ioli yomile.+