Duteronomi 13:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 uze ungawaphulaphuli amazwi aloo mprofeti okanye loo mphuphi wamaphupha,+ ngokuba sukuba enivavanya+ uYehova uThixo wenu ukuze azi ukuba niyamthanda na uYehova uThixo wenu ngentliziyo yenu yonke nangomphefumlo wenu wonke.+ Yeremiya 23:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “Ndikuvile oko bakutshoyo abaprofeti abaprofeta ubuxoki egameni lam,+ besithi, ‘Ndiphuphile! Ndiphuphile!’+ IZililo 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Abaprofeti bakho bakubonele izinto ezingento yanto nezinganelisiyo,+Kwaye abasityhilanga isiphoso sakho ukuze ubuye ekuthinjweni,+Kodwa bakubonela izibhengezo ezingento yanto nezilahlekisayo.+
3 uze ungawaphulaphuli amazwi aloo mprofeti okanye loo mphuphi wamaphupha,+ ngokuba sukuba enivavanya+ uYehova uThixo wenu ukuze azi ukuba niyamthanda na uYehova uThixo wenu ngentliziyo yenu yonke nangomphefumlo wenu wonke.+
25 “Ndikuvile oko bakutshoyo abaprofeti abaprofeta ubuxoki egameni lam,+ besithi, ‘Ndiphuphile! Ndiphuphile!’+
14 Abaprofeti bakho bakubonele izinto ezingento yanto nezinganelisiyo,+Kwaye abasityhilanga isiphoso sakho ukuze ubuye ekuthinjweni,+Kodwa bakubonela izibhengezo ezingento yanto nezilahlekisayo.+