IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 6:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kwaye bazama ukukuphilisa ngokulula ukuwa kwabantu bam,+ besithi, ‘Luxolo! Luxolo!’ kungekho luxolo.+

  • Yeremiya 14:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ndathi ke mna: “Awu, Nkosi enguMongami Yehova! Yabona, abaprofeti bathi kubo, ‘Aniyi kubona krele, yaye akuyi kubakho ndlala kuni, kodwa ndiya kuninika uxolo lokwenyaniso kule ndawo.’”+

  • Hezekile 13:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 ngenxa yokuba, ewe, ngenxa yokuba babalahlekisile abantu bam, besithi, “Kukho uxolo!” ekubeni kungekho luxolo,+ yaye kukho owakha udonga lokwahlula, kodwa kukho abo balutyabeka ngelize+ ngokuluqaba mhlophe.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share