Yeremiya 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ndaza ndathi: “Awu, Nkosi enguMongami Yehova! Eneneni usikhohlise ngokupheleleyo esi sizwana+ neYerusalem, usithi, ‘Niya kuba noxolo,’+ ukanti ikrele lide lafikelela emphefumlweni.” Yeremiya 5:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Abaprofeti okunene baprofeta ubuxoki;+ ke bona ababingeleli, bahamba besoyisa ngokwamandla abo.+ Kwaye abantu bam bathande ngaloo ndlela;+ yaye niya kwenza ntoni na ekupheleni kwako oku?”+ Yeremiya 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kwaye bazama ukukuphilisa ngokulula ukuwa kwabantu bam,+ besithi, ‘Luxolo! Luxolo!’ kungekho luxolo.+ Yeremiya 23:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Batsho kaninzi-ninzi kwabo bangenantlonelo ngam ukuthi, ‘UYehova uthethile wathi: “Niya kuba noxolo.”+ Nakuye wonke ohamba ngobulukhuni bentliziyo yakhe+ bathe, ‘Akukho ntlekele iya kunifikela.’+ Yeremiya 27:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “‘“‘Nina ke, musani ukubaphulaphula abaprofeti benu+ nabo benu bavumisayo nabaphuphi benu+ nabo benu abaqhelisela umlingo nabakhafuli benu,+ abathi kuni: “Nina aniyi kumkhonza ukumkani waseBhabhiloni.”+ Hezekile 13:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ngenxa yokuba, ewe, ngenxa yokuba babalahlekisile abantu bam, besithi, “Kukho uxolo!” ekubeni kungekho luxolo,+ yaye kukho owakha udonga lokwahlula, kodwa kukho abo balutyabeka ngelize+ ngokuluqaba mhlophe.’+ Mika 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Abo baziintloko zayo bagweba nje ngenxa yokunyotywa,+ nababingeleli bayo bayalela nje ngenxa yexabiso,+ nabaprofeti bakhe bavumisa nje ngenxa yemali;+ kanti bazixhasa ngoYehova, besithi: “Akakho phakathi kwethu na uYehova?+ Asiyi kufikelwa ntlekele.”+
10 Ndaza ndathi: “Awu, Nkosi enguMongami Yehova! Eneneni usikhohlise ngokupheleleyo esi sizwana+ neYerusalem, usithi, ‘Niya kuba noxolo,’+ ukanti ikrele lide lafikelela emphefumlweni.”
31 Abaprofeti okunene baprofeta ubuxoki;+ ke bona ababingeleli, bahamba besoyisa ngokwamandla abo.+ Kwaye abantu bam bathande ngaloo ndlela;+ yaye niya kwenza ntoni na ekupheleni kwako oku?”+
14 Kwaye bazama ukukuphilisa ngokulula ukuwa kwabantu bam,+ besithi, ‘Luxolo! Luxolo!’ kungekho luxolo.+
17 Batsho kaninzi-ninzi kwabo bangenantlonelo ngam ukuthi, ‘UYehova uthethile wathi: “Niya kuba noxolo.”+ Nakuye wonke ohamba ngobulukhuni bentliziyo yakhe+ bathe, ‘Akukho ntlekele iya kunifikela.’+
9 “‘“‘Nina ke, musani ukubaphulaphula abaprofeti benu+ nabo benu bavumisayo nabaphuphi benu+ nabo benu abaqhelisela umlingo nabakhafuli benu,+ abathi kuni: “Nina aniyi kumkhonza ukumkani waseBhabhiloni.”+
10 ngenxa yokuba, ewe, ngenxa yokuba babalahlekisile abantu bam, besithi, “Kukho uxolo!” ekubeni kungekho luxolo,+ yaye kukho owakha udonga lokwahlula, kodwa kukho abo balutyabeka ngelize+ ngokuluqaba mhlophe.’+
11 Abo baziintloko zayo bagweba nje ngenxa yokunyotywa,+ nababingeleli bayo bayalela nje ngenxa yexabiso,+ nabaprofeti bakhe bavumisa nje ngenxa yemali;+ kanti bazixhasa ngoYehova, besithi: “Akakho phakathi kwethu na uYehova?+ Asiyi kufikelwa ntlekele.”+