IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 36:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Zithabathele umqulu wencwadi,+ uze ubhale kuwo onke amazwi+ endiwathethileyo kuwe nxamnye noSirayeli nanxamnye noYuda+ nanxamnye nazo zonke iintlanga,+ ukususela kwimini endathethayo kuwe, ukususela kwimihla kaYosiya, ukuza kufikelela kule mini.+

  • Yeremiya 51:60
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 60 UYeremiya wayibhala kwincwadi enye+ yonke intlekele eyayiza kufikela iBhabhiloni, wona kanye onke la mazwi abhalwe nxamnye neBhabhiloni.

  • Daniyeli 7:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngonyaka wokuqala kaBheleshatsare+ ukumkani waseBhabhiloni, uDaniyeli wabona iphupha nemibono yentloko yakhe esemandlalweni wakhe.+ Waza walibhala phantsi iphupha elo.+ Wachaza zonke iinkcukacha zalo.

  • Habhakuki 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Waza uYehova wandiphendula wathi: “Wubhale phantsi umbono, uze uwukrole ngokucacileyo emacwecweni,+ ukuze lowo uwufunda ngokuvakalayo enjenjalo ngokutyibilikayo.+

  • Roma 15:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kuba zonke izinto ezabhalwa kwixesha langaphambili zabhalelwa+ ukuyalela+ thina, ukuze ngonyamezelo lwethu+ nangentuthuzelo+ yeZibhalo sibe nethemba.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share